Explore 1.5M+ audiobooks & ebooks free for 30 days

From $11.99/month after trial. Cancel anytime.

Ninganyamalali kuzakudlawa
Ninganyamalali kuzakudlawa
Ninganyamalali kuzakudlawa
Ebook35 pages6 minutes

Ninganyamalali kuzakudlawa

Rating: 0 out of 5 stars

()

Read preview

About this ebook

 

Le yincwadi equlathe imibongo enemixholo eyahlukeneyo malunga nokusingqongileyo. Ibhalwe ngenjongo yokubuyisela ubuntu ebantwini, ukukhawulelana nokuphelisa kokuphathwa gadalala kwabantu basetyhini. Ikhuthaza ulutsha ukuba lubenethemba kwaye lunganikezeli nanjengokuba ikamva lisezandleni zabo. 

LanguageXhosa
Release dateSep 11, 2023
ISBN9798215112939
Ninganyamalali kuzakudlawa
Read preview
Author

Xolela Msongelwa

Malunga noXolela Msongelwa UXolela Msongelwa yinto kaDeyi uMshawu uZotsho.Uzalelwe kwiphondo laseFree State waze wakhulela kwidolophana eyaziwa ngokuba yiCala (Xhalanga). Ungumbali ophila nokukhubazeka - ukungaboni kakuhle ngamehlo. Uyimbongi yosiba ekhulele ezilalini. Incwadi ethi Ninganyamalali Kuzakudlalwa yincwadi yokuqala athe wayibhala.

Related categories

Reviews for Ninganyamalali kuzakudlawa

Rating: 0 out of 5 stars
0 ratings

0 ratings0 reviews

What did you think?

Tap to rate

Review must be at least 10 words

    Book preview

    Ninganyamalali kuzakudlawa - Xolela Msongelwa

    Enjoying the preview?
    Page 1 of 1