Ninganyamalali kuzakudlawa

See more by Xolela Msongelwa

Available at Select Retailers

 

Le yincwadi equlathe imibongo enemixholo eyahlukeneyo malunga nokusingqongileyo. Ibhalwe ngenjongo yokubuyisela ubuntu ebantwini, ukukhawulelana nokuphelisa kokuphathwa gadalala kwabantu basetyhini. Ikhuthaza ulutsha ukuba lubenethemba kwaye lunganikezeli nanjengokuba ikamva lisezandleni zabo. 

Other books by Xolela Msongelwa

About the author

Xolela Msongelwa

Malunga noXolela Msongelwa

UXolela Msongelwa yinto kaDeyi uMshawu uZotsho.Uzalelwe kwiphondo laseFree State waze wakhulela kwidolophana eyaziwa ngokuba yiCala (Xhalanga). Ungumbali ophila nokukhubazeka - ukungaboni kakuhle ngamehlo. Uyimbongi yosiba ekhulele ezilalini. Incwadi ethi Ninganyamalali Kuzakudlalwa yincwadi yokuqala athe wayibhala.